1 Corinthians 7:32 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ndifuna ukuba nibe ningenazo inkatalelo. Ongazekileyo uyakatalela izinto zenkosi, ukuba woti nina ukukolisa inkosi:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndithanda ukuba ningabi naxhala. Ongazekileyo uxhalela izinto zeNkosi, ukuba angathini na ukuyikholisa iNkosi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndithanda ukuba ningabi naxhala. Ongazekileyo uxhalela izinto zeNkosi, ukuba angathini na ukuyikholisa iNkosi;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndithanda ukuba ningabi naxhala. Ongazekanga ukhuthalele izinto zeNkosi, kuba ezimisele ukuyikholisa iNkosi.