1 Corinthians 7:33 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kodwa ozekileyo uyakatalela izinto zelizwe, ukuba woti nina ukukolisa umfazi wake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ozekileyo ke uxhalela izinto zehlabathi, ukuba angathini na ukumkholisa umkakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ozekileyo ke uxhalela izinto zehlabathi, ukuba angathini na ukumkholisa umkakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ozekileyo yena ukhuthalele izinto zehlabathi, kuba ezimisele ukukholisa umkakhe,