1 Corinthians 7:39 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Umfazi ubotshiwe ngumteto lonke ixesha indoda yake isahlala ngalo; kodwa xeshekweni indoda yake ifile, ukululekile ukwenda kulowo atandayo; kupela enkosini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umfazi ubotshiwe ngumthetho ngalo lonke ixesha isaphilileyo indoda yakhe; ke ukuba indoda yakhe ithe yafa, ukhululekile, angendiselwa kwayithandayo, kodwa ke ngokwaseNkosini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umfazi ubotshiwe ngumthetho ngalo lonke ixesha isaphilileyo indoda yakhe; ke ukuba indoda yakhe ithe yafa, ukhululekile, angendiselwa kwayithandayo; kuphela eNkosini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umfazi ubotshiwe ngumthetho ngalo lonke ixesha isaphilayo indoda yakhe; ke ukuba indoda yakhe ibhubhile, ukhululekile; angatshata nendoda ayithandayo, kodwa ibe yekholwe eNkosini.