1 Corinthians 7:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Umfazi akanamandla pezu kwowake umzimba, koko yindoda; kwa njalo ke nendoda ayinamandla pezu kwowayo umzimba, koko ngumfazi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umfazi akanagunya kowakhe umzimba, yindoda enalo;kwangokunjalo ke, nendoda ayinagunya kowayo umzimba, ngumfazi onalo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umfazi akanagunya kowakhe umzimba, yindoda enalo; kwangokunjalo ke, nendoda ayinagunya kowayo umzimba, ngumfazi onalo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umfazi akanagunya kowakhe umzimba; yindoda enalo. Kwangokunjalo ke nendoda ayinagunya kowayo umzimba; ngumfazi onalo.