1 Corinthians 7:40 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa unetamsanqa elikulu ngakumbi xeshekweni ahlala njalo, ngokweyam ingcingo: kanjako ndiba ndino moya katixo kwa nam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Noko ke unoyolo ngakumbi, ukuba uthe wahlala enjengoko anjalo, ngokwam mna ukubona; ndiba ke ndinaye nam uMoya kaThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa unoyolo ngakumbi, ukuba uthe wahlala enjengoko anjalo, ngokwam mna ukubona; ndiba ke ndinaye nam uMoya kaThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Noko ke uya konwaba ngakumbi ukuba uthe wahlala enjengoko anjalo. Kokwam ukubona ke oko, kanti nam ndiba ndinaye uMoya kaThixo.