1 Corinthians 7:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba kodwa abanabunca̔tu, makutshatwe: ngokuba kulungile ukutshata ngapezu kwokutsha.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kodwa ke, ukuba abanakuzeyisa, mabazeke, mabende, kuba kukhona kulungileyo ukuba kuzekwe, kwendiwe, kunokutshiseka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa ke, ukuba abanakuzibamba, mabazeke, mabende, kuba kukhona kulungileyo ukuba kuzekwe, kwendiwe, kunokutshiseka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ke, ukuba abanakuzibamba, mabatshate, kuba kulungile ukutshata kunokutshiseka.