1 Corinthians 8:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba ke umntu uba uyayazi into, akakazi luto njengokuba efanele ukulwazi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba ke umntu uba wazi nto, akakazi nento ngoko amelwe kukwazi ngako.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba umntu uba wazi nto, akakazi nento ngoko amelwe kukwazi ngako.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu oba unolwazi, okunene akakabi nalo ulwazi olululo.