1 Corinthians 8:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku ngako ukutyiwa kwezinto ezibingelweyo izitixo ke, siyazi ukuba isitixo asinto yanto elizweni, nokuba akuko utixo wumbi, kupela mnye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngako ke ukudliwa kwamadini enziwa kwizithixo, siyazi ukuba akukho nto isisithixo ehlabathini; siyazi ukuba mnye kwaphela uThixo, akukho wumbi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngayo ke ukudliwa kwamadini enziwa kwizithixo, siyazi ukuba akukho nto isisithixo ehlabathini; siyazi ukuba mnye kwaphela uThixo, akukho wumbi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Hee, mandithethe ke ngokumalunga nokutyiwa kwenyama yedini elenzelwa izithixo. Ewe, siyazi ukuba akukho nto isisithixo ehlabathini; siyazi nokuba mnye kuphela uThixo, akukho wumbi.