1 Corinthians 8:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba nangona kukoyo aba‐kutiwa ngotixo, nokuba basezulwini, nokuba basemhlabeni, (njengokuba kuko otixo abaninzi, nenkosi ezininzi,)
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba kambe, nokuba kukho ekuthiwa bangoothixo, nokuba kusezulwini, nokuba kuphezu komhlaba (kwanjengokuba kukho oothixo abaninzi, neenkosi ezininzi),
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba kambe, nokuba kukho ekuthiwa bangoothixo, nokuba kusezulwini, nokuba kusemhlabeni, njengokuba kukho oothixo abaninzi, neenkosi ezininzi,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe bakho ekuthiwa bangoothixo nokuba basezulwini okanye basehlabathini. Ewe, baninzi ababizwa ngokuthi “thixo” okanye ngokuthi “nkosi.” Nokuba kunjalo ke,