1 Corinthians 9:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba tina sanihlwayelela izinto ezibumoya, yinto enkulu na ukuba tina siya kuvuna izinto zenu ezibunyama?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba ke thina sanihlwayelela izinto ezizezoMoya, yinto enkulu na, ukuba siya kuvuna izinto zenu ezizezenyama?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ke thina sanihlwayelela izinto ezizezoMoya, yinto enkulu na, ukuba siya kuvuna izinto zenu ezizezenyama?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Sahlwayela imbewu kaMoya phakathi kwenu. Nimangaliswa yintoni ke sakulindela inkxaso kuni?