1 Corinthians 9:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba xeshekweni ndishumayelayo ivangeli, andinako ndingaqa̔yisa ngako; ngokuba ndibekelwa unyanzelo; hai kanjalo ilishwa lam, xeshekweni ndingayishumayeli ivangeli!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba xa ndithi ndizishumayele iindaba ezilungileyo, andinaqhayiya; kuba ndimelwe kukuzishumayela. Yeha ke mna, ukuba ndisuka ndingazishumayeli iindaba ezilungileyo!
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba xa ndithi ndizishumayele iindaba ezilungileyo, andinaqhayiya; kuba ndimelwe kukuzishumayela. Yeha ke mna, ukuba ndisuka ndingazishumayeli iindaba ezilungileyo!
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nokuba ndiyashumayela, andinalungelo lakuqhayisa ngaloo nto. Kaloku ndithunywe ukushumayela. Ngoko ke kungayinto embi gqitha xa ndingazishumayeli iindaba ezimnandi.