1 Corinthians 9:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba lento ukuba ndiyayenza ndivuma, ndinawo umvuzo; kodwa ukuba ndiyayenza ndingavumi, ndipatisiwe ubugosa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba xa ndikwenzayo oko ndinokuzithandela, ndoba ndinomvuzo; ke xa ndikwenza ndingenakuzithandela, ndoba ndingophathiswe ubugosa nje.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku xa ndikwenzayo oko ndinokuzithandela, ndoba ndinomvuzo; ke xa ndikwenza ndingenakuzithandela, ndoba ndingophathiswe ubugosa nje.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba bendisebenza ndingathunywanga, bendingade ndilindele umvuzo. Kodwa ke ngoku ndisebenza kuba ndinyanzelekile. Ngoko ke ndifezekisa into elindelekileyo ukuba ndiyenze.