1 Corinthians 9:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uyinto nina ngoko umvuzo wam? Ngowokuba nditi ekushumayeleni ivangeli ndiyenze ivangeli ka‐Kristu ingamelwa nto, ukuze ndingalipati igunya lam evangelini ngokugqitileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uyintoni na ke ngoko umvuzo wam? Ukukuthi, ndakuzishumayela iindaba ezilungileyo, ndizenze zingabi nandleko iindaba ezilungileyo zikaKristu, ukuba ndingalisebenzisi igunya lam ezindabeni ezilungileyo ezi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uyintoni na ke ngoko umvuzo wam? Okunene ke, ndithi ndakuzishumayela iindaba ezilungileyo, ndizenze zingabi nandleko iindaba ezilungileyo zikaKristu, ukuze ndingalisebenzisi igunya lam ezindabeni ezilungileyo ezi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uyintoni ke umvuzo wam? Lilungelo lokuba ndizishumayele iindaba ezimnandi ndingahlawulisi, ndingawabangi amalungelo am ngokushumayela iindaba ezimnandi.