1 Corinthians 9:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndikululekile nje kubo bonke, ndazenza isicaka kubo bonke noko, ukuze ndizuze abaninzi ngakumbi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ndikhululekile nje kubo bonke, ndizikhonzisile kubo bonke, ukuze ndibazuze abona baninzi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ndikhululekile nje kubo bonke, ndizikhonzisile kubo bonke, ukuze ndibazuze abona baninzi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndikhululekile; kodwa naxa kunjalo ndizenza isicaka sabantu bonke, ukuze ndizuze babe baninzi kangangoko kunokwenzeka.