1 Corinthians 9:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba andingumpostile kwabanye, noko ndinjalo kambe kuni: ngokuba isincamatiselo sobupostile bam sinini enkosini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba andimpostile kwabanye, kuni nina ndinguye; kuba itywina lokuqinisa obam ubupostile linini aba baseNkosini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba andimpostile kwabanye, kuni nina ndinguye; kuba itywina lokuqinisa obam ubupostile linini aba baseNkosini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiqinisekile nokuba abanye bathi andingomthunywa, ndinguye kuni. Kaloku ukumanyana kwenu neNkosi ngumqondiso wokuba ndithunywe yiyo.