1 Corinthians 9:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kubo ababutataka ndaba njengobutataka, ukuze ndibazuze ababutataka: sendiba zinto zonke kubo bonke, ukuze nditi ngendawo zonke ndisindise inxenye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kwabo bangenamandla, ndaba njengongenamandla, ukuze ndibazuze abangenamandla; kubo bonke ndesuka ndaba ziinto zonke, ukuze ngeendlela zonke ndisindise inxenye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
kwabo bangenamandla, ndaba njengongenamandla, ukuze ndibazuze abangenamandla; kubo bonke ndesuka ndaba ziinto zonke, ukuze ngeendlela zonke ndisindise inxenye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa ndiphakathi kwabantu abasephantsi kwesithethe ndiba njengabo, ukuze ndibazuze. Ngoko ke ndiba zizinto zonke kubantu bonke, ukuze ndiyisindise inxalenye yabo xa kunokwenzeka.