1 Corinthians 9:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
umhlaumbi mna ndedwa no‐Banabasi asinalo na igunya lokuba singasebenzi?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Sithi sedwa noBharnabhas lo na, abangenagunya lokuba bangasebenzi?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Okanye ndim ndedwa noBharnabhas, asinagunya lakuyeka ukusebenza?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Okanye makube kuphela ndim noBharnabha ekufuneka sitye ukubila kwethu?