1 John 1:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
oko sikubonileyo nesikuvileyo siyakushumayela kuni, ukuze nani nibe nobudlelana nati; nobudlelana betu okunene bunaye uyise kwa nonyana wake u‐Yesu Kristu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
oko ke sikubonileyo, sikuvileyo, siyakuxela kuni, ukuze nani nibe nobudlelane nathi. Baye ke ubudlelane bethu bunaye uYise, bunaye uNyana wakhe uYesu Kristu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oko ke sikubonileyo, sikuvileyo, siyakuxela kuni, ukuze nani nibe nobudlelane nathi. Baye ke ubudlelane bethu bunaye uYise, bunaye uNyana wakhe uYesu Kristu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nani ke sinixelela ngesimbonileyo, sathetha naye, khon' ukuze nani nibuxhamle nathi ubudlelane esinabo kunye noYise noNyana wakhe uYesu Krestu.