1 John 1:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa xeshekweni sihamba elukanyweni, njengokuba yena eselukanyweni, sinobudlelana omnye nomnye, negazi lika‐Yesu Kristu unyana wake lona liyasihlambulula kubo bonke ubono.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ke, ukuba sihamba ekukhanyeni, njengokuba yena esekukhanyeni, soba sinobudlelane omnye nomnye, lithi negazi likaYesu Kristu, uNyana Wakhe, lisihlambulule kuso sonke isono.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ke, ukuba sihamba ekukhanyeni, njengokuba yena esekukhanyeni, soba sinobudlelane omnye nomnye, lithi negazi likaYesu Kristu, uNyana wakhe, lisihlambulule kuso sonke isono.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ke ukuba sihleli ekukhanyeni njengaye uThixo, siba nobudlelane. Ke lona igazi likaYesu uNyana wakhe lisihlambulula kuso sonke isono.