1 John 1:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Xeshekweni sizivumayo izono zetu, unyanisekile yena, ulungile kanjalo, ukuze asixolele izono zetu, asihlambulule kuko konke okungalungileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba sithi sizivume izono zethu, uthembekile, ulilungisa, ukuba asixolele izono zethu, asihlambulule kuko konke ukungalungisi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba sithi sizivume izono zethu, uthembekile, ulilungisa, ukuba asixolele izono zethu, asihlambulule kuko konke ukungalungisi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ke, ukuba siyazivuma izono zethu, uThixo uthembekile, ulilungisa; wosixolela izono zethu, asihlambulule kuko konke ukungalungisi.