1 John 2:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
LUSATSHANA lwam! ezizinto ndiyaziba̔la kuni, ukuze ningoni. Kanti xeshekweni umntu onayo, sinaye umteteleli kuyise, u‐Yesu Kristu olungileyo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bantwanana bam, ndinibhalela ezi zinto, ukuze ningoni. Ukuba kukho othe wona, sinoMthetheleli kuye uYise, uYesu Kristu ilungisa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bantwanana bam, ndinibhalela ezi zinto, ukuze ningoni. Ukuba kukho othe wona, sinoMthetheleli kuye uYise, uYesu Kristu ilungisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndinibhalela nje, bantwana bam, ndifuna niyeke ukona. Kambe ke xa kukho umntu othe wona ukhona ummeli wethu kuBawo, nditsho uYesu Krestu olilungisa.