1 John 2:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Otandayo umzalwana wake uyahlala elukanyweni, kungeko sixakaniso kuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lowo umthandayo umzalwana wakhe uhleli ekukhanyeni, akanasikhubekiso.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lowo umthandayo umzalwana wakhe uhleli ekukhanyeni, akukho sikhubekiso kuye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa yena umntu omthandayo uwabo, uhlala ekukhanyeni; yaye akukho nto ikhubekisayo kuye.