1 John 2:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa otiyayo umzalwana wake usebumnyameni, uyahamba ebumnyameni kanjalo, engazi apo aya kona, kuba ubumnyama bumfamekisile amehlo ake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke lowo umthiyileyo umzalwana wakhe usebumnyameni, uhamba ebumnyameni. Akazi apho aya khona, ngokuba ubumnyama buwamfamekisile amehlo akhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke lowo umthiyileyo umzalwana wakhe usebumnyameni, uhamba ebumnyameni. Akazi apho aya khona, ngokuba ubumnyama buwamfamekisile amehlo akhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe yena umntu omthiyileyo uwabo usebumnyameni, uyamfamzela; akazi nalapho aya khona, kuba ubumnyama bummfamekisile.