1 John 2:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndiyaba̔la kuni, lusatshana! ngokokuba nixolelwe izono zenu ngenxa yegama lake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiyanibhalela, bantwanana, ngokuba nizixolelwe izono zenu ngenxa yegama lakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiyanibhalela, bantwanana, ngokuba nizixolelwe izono zenu ngenxa yegama lakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiyanibhalela, bantwana bam, kuba kaloku izono zenu zixolelwe ngenxa kaKrestu.