1 John 2:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo lona ilizwe liyadlula, nenkanuko yalo; kodwa oyenzayo intando katixo uyahlala kude kube ngunapakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ihlabathi ke liyadlula, nenkanuko yalo; ke yena owenza ukuthanda kukaThixo uhleli ngonaphakade.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ihlabathi ke liyadlula, kwanenkanuko yalo; ke yena owenza ukuthanda kukaThixo uhleli ngonaphakade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ihlabathi nazo zonke izinto ezinqwenelwa ngabantu zezomzuzwana, ziyadlula, kodwa yena owenza ukuthanda kukaThixo uya kuhlala ehleli.