1 John 2:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bantwana! selilixeshana lokugqibela: nanjengokuba nevayo ukuba u‐Antikristu uyeza, kwa njalo kaloku o‐Antikristu abaninzi sebeko: kukona siqondayo ukuba selilixeshana lokugqibela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bantwana, lilixa lokugqibela eli; njengoko nevayo ukuba umchasi-Kristu uyeza, nangoku kuthe kwabakho abachasi-Kristu abaninzi, ekuthe ngoko sazi ukuba lilixa lokugqibela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bantwana, lilixa lokugqibela eli; njengoko nevayo ukuba umchasi-Kristu uyeza, nangoku kuthe kwabakho abachasi-Kristu abaninzi, esaziyo ngalo ukuba lilixa lokugqibela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bantwana bam, isiphelo sisemnyango! Kaloku nanivile ukuba umchasi-Krestu uyeza. Nangoku ke sebevele babaninzi abamchasayo uKrestu. Yiloo nto ke esenza siqonde ukuba isiphelo sisemnyango.