1 John 2:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanti nina ninalo utanjiswa luvela kuye oyingcwele, nize nizazi zonke izinto.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nina ninentambiso evela koyiNgcwele, niyazazi ke izinto zonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke nina ninentambiso evela koyiNgcwele, nizazi ke zonke izinto.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ke nina uKrestu unithambise ngoMoya oyiNgcwele; ngoko ke nonke ninolwazi.