1 John 2:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Xeshekweni nikwazi ukuba ulungile, niyaqonda ukuba osukuba esenza ubulungisa uzelwe nguye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba niyazi ukuba ulilungisa, yazini ukuba bonke abenza ubulungisa bazelwe nguye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba niyazi ukuba ulilungisa, yazini ukuba bonke abenza ubulungisa bazelwe nguye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Niyazi ukuba uKrestu ulilungisa; ngokunjalo ke qondani ukuba nawuphi na umntu owenza okulungileyo ungumntwana kaThixo.