1 John 2:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjako umyalelo omtsha ndiyawuba̔la kuni; okuyinene kuye nakuni: kuba ubumnyama budlula, nalo ukanyiso oluyinyaniso selukanya kaloku.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndibuya ndinibhalele umthetho omtsha, okuyinene oko kuye nakuni; ngokuba ubumnyama buyadlula, kwaye ukukhanya okuyinyaniso sekubonakala.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndibuya ndinibhalele umthetho omtsha, okuyinene oko kuye nakuni; ngokuba ubumnyama buyadlula, kwaye ukukhanya okuyinyaniso sekubonakala.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe kambe, lo myalelo ndinibhalela wona mtsha; ubunyani bawo bubonakaliswa nini nanguYesu Krestu. Kaloku ubumnyama buyadlula; ke okona kukhanya sekuvelile.