1 John 3:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako oku bayabonakala abalusapo lukatixo nabalusapo luka‐Satane: osukuba engenzi ubulungisa akangowakuye utixo, kwa nalowo ungamtandiyo umzalwana wake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Babonakala ngaloo nto abantwana bakaThixo, nabantwana bakaMtyholi. Bonke abangenzi bulungisa abangabakaThixo, nalowo ungamthandiyo umzalwana wakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Babonakala ngaloo nto abantwana bakaThixo, nabantwana bakaMtyholi. Bonke abangenzi bulungisa abangabakaThixo, nalowo ungamthandiyo umzalwana wakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nguwo lo ke umahluko phakathi kwabantwana bakaThixo nabakaSathana: Umntu ongenzi okulungileyo nongawathandiyo amanye amakholwa, asingomntwana kaThixo.