1 John 3:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Osukuba emtiya umzalwana wake unguye umbulali: niyazi ke ukuba akuko mbulali onabo ubomi obungunapakade buhlala kuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lowo umthiyileyo umzalwana wakhe usisibulala-mntu; niyazi ukuba akukho sibulala-mntu sinobomi bungunaphakade buhleliyo kuso.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lowo umthiyileyo umzalwana wakhe usisibulala-mntu; niyazi ukuba akukho sibulala-mntu sinobomi bungunaphakade buhleliyo kuso.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nabani na ke omthiyileyo uwabo sisigwinta, ibe ke niyazi ukuba akukho sigwinta sinabo ubomi obungunaphakade.