1 John 3:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba xeshekweni intliziyo yetu isigwebayo, utixo umkulu kuyo intliziyo yetu, uyazazi zonke izinto kanjalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba ukuba intliziyo yethu iyasigweba, uThixo mkhulu kunentliziyo yethu, ezazi izinto zonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku ukuba intliziyo yethu iyasigweba, uThixo mkhulu kunentliziyo yethu, ezazi izinto zonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kanti ke, nokuba siyalahlwa sisazela sethu, yena uThixo osaziyo ngokupheleleyo, unenceba kunesazela sethu.