1 John 3:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nako oko sisukuba sikucela, siyakwamkela kuye, ngokuba imiyalelo yake siyigcina, nezinto ezikolekileyo ebusweni bake sizenza.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nesithi sikucele siyakwamkela kuye, ngokuba imithetho yakhe siyigcina, sizenze izinto ezikholekileyo emehlweni akhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
nesithi sikucele siyakwamkela kuye, ngokuba imithetho yakhe siyigcina, sizenze izinto ezikholekileyo emehlweni akhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zonke izinto esizicelayo kuye, siyazifumana; kuba kaloku siyayifezekisa imiyalelo yakhe, siyenze intando yakhe.