1 John 3:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Osukuba esenza isono, uyakwenza nokugqita umteto; ewe isono sikuko ukugqita umteto.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bonke abasenzayo isono benza okuchasene nomthetho; sona isono sikukuchasana nomthetho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bonke abasenzayo isono benza okuchasene nomthetho, kuba isono sikukwaphula umthetho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu owenza isono waphula umthetho kaThixo. Isono kaloku kukwaphula umthetho.