1 John 3:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo niyazi ukuba yena lowo wabonakaliswa, ukuze izono zetu azisuse; nokuba akuko sono kuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Niyazi ke ukuba yena wabonakaliswa, ukuze azithwale azisuse izono zethu; kananjalo akukho sono kuye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Niyazi ke ukuba yena wabonakaliswa, ukuze azithwale azisuse izono zethu; kananjalo akukho sono kuye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Niyazi kaloku ukuba uKrestu weza kucamagushela isono; ibe ke akanasono yena.