1 John 3:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Owenza isono ungowakuye u‐Satane; kuba u‐Satane esona kwa sekuqaleni. Wabonakaliselwa kwa oku unyana katixo, ukuba ayici̔te imisebenzi ka‐Satane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lowo usenzayo isono ungokaMtyholi; ngokuba uMtyholi wone kwasekuqalekeni. Wabonakaliselwa oku uNyana kaThixo, ukuze ayichithe imisebenzi kaMtyholi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lowo usenzayo isono ungokaMtyholi; ngokuba uMtyholi wona kwasekuqalekeni. Wabonakaliselwa oku uNyana kaThixo, ukuze ayichithe imisebenzi kaMtyholi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu ongumoni ufuze uSathana, yena wonayo kwasekuqaleni. UNyana kaThixo ke wezela kanye into yokuba abhangise umsebenzi kaSathana.