1 John 3:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Osukuba ezelwe ngutixo akenzi sono, kuba imbewu yake ihlala kuye; akangone ke, kuba ezelwe ngutixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bonke abazelwe nguThixo abenzi sono, ngokuba imbewu yakhe ihleli kubo; kananjalo abanakona, ngokuba bezelwe nguThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bonke abazelwe nguThixo abenzi sono; ngokuba imbewu yakhe ihleli kuye; kanjalo akanakona, ngokuba ezelwe nguThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lowo ke ungumntwana kaThixo akoni rhoqo. Kaloku uzelwe nguThixo yena. Umntwana kaThixo kaloku akanakuhlalela ukona.