1 John 4:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako oku siyazi ukuba siyahlala kuye, nokuba yena uyahlala kuti, ngokuba esinikile o kwomoya wake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Sazi ngale nto ukuba sihleli kuye, naye uhleli kuthi;ngokuba usinike okoMoya wakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Sazi ngale nto ukuba sihleli kuye, naye uhleli kuthi; ngokuba usinike okoMoya wakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Siyazi ukuba sihlala simanyene naye, naye uhlala emanyene nathi, kuba usinike isabelo soMoya wakhe.