1 John 4:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kuko oku utando lufezekiselwe tina, ukuze sibe nalo ukalipo emhleni womgwebo: ngokuba njengokuba enjalo yena lowo, sinjalo tina nati kwelilizwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lugqibelele ngale nto uthando olukuthi, ukuze sibe nokungafihlisi ngomhla womgwebo; ngokuba, njengoko anjalo yena, sinjalo nathi kweli hlabathi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lugqibelele ngale nto uthando olukuthi, ukuze sibe nokungafihlisi ngomhla womgwebo; ngokuba, njengoko anjalo yena, sinjalo nathi kweli hlabathi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa uthando lukaThixo luyondelelene kuthi, asiyi koyika ngomhla womgwebo, kuba sohlala kweli hlabathi njengoko uKrestu wayesoloko enjalo ehlabathini.