1 John 4:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako oku niyamazi umoya katixo: Bonke omoya abavumayo u‐Yesu Kristu ukuba uzile enyameni bavela kutixo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mazini ngale nto uMoya kaThixo: umoya wonke omvumayo uYesu Kristu eze esenyameni, ungokaThixo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mazini ngale nto uMoya kaThixo: umoya wonke omvumayo uYesu Kristu eze esenyameni, ungokaThixo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ningawuphawula ngale nto ke wona umoya ovela kuThixo: Ukuba umntu uyavuma ukuba uYesu Krestu weza engumntu, unoMoya ovela kuThixo.