1 John 4:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Tina singabakuye utixo: omaziyo utixo uyasiva; lowo ungengowakuye utixo akasiva. Kwa ngako oku siyazi umoya wenyaniso nomoya wolahlekiso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Thina singabakaThixo, lowo umaziyo uThixo uyasiva thina;ongengokaThixo akasiva. Siwazi ngaloo nto umoya wayo inyaniso, nomoya walo ulahlekiso.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Thina singabakaThixo, lowo umaziyo uThixo uyasiva thina; ongengokaThixo akasiva. Sazi ngale nto ke umoya wayo inyaniso, nomoya walo ulahlekiso.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa thina singabantwana bakaThixo. Ke umntu owazanayo noThixo uyasiva. Kodwa lowo ungengokaThixo akasiva. Siwuqonda ngaloo nto ke umahluko phakathi kwefuthe lenyaniso nefuthe lobuxoki.