1 John 4:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
BATANDWA! masitandane: ngokuba utando luvela kutixo; nosukuba etanda, yena uzelwe ngutixo, uyamazi utixo kanjako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zintanda, masithandane; ngokuba uthando lwaphuma kuThixo.Bonke abanothando bazelwe nguThixo, bayamazi uThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zintanda, masithandane; ngokuba uthando lwaphuma kuThixo; Bonke abanothando bazelwe nguThixo, bayamazi uThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zihlobo zam ezithandekayo, masithandane; kuba kaloku uthando luvela kuThixo. Nawuphi na umntu onalo uthando uzelwe nguThixo, futhi uyamazi uThixo.