1 John 4:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lowo ungatandiyo akamazanga utixo: ngokuba utixo elutando.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lowo ungenaluthando akazanga amazi uThixo, ngokuba uThixo uluthando.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lowo ungenaluthando akazanga amazi uThixo; ngokuba uThixo uluthando.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa yena ongenalo uthando akamazi uThixo, kuba uThixo uluthando.