1 John 5:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Osukuba ekolwa ukuba u‐Yesu unguye u‐Kristu uzelwe ngutixo; nosukuba emtanda owazalayo uyamtanda nozelweyo nguye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bonke abakholwayo ukuba uYesu unguye uKristu, bazelwe nguThixo; bonke abamthandayo lowo wazalayo, bayamthanda nalowo uzelweyo nguye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bonke abakholwayo ukuba uYesu unguye uKristu, bazelwe nguThixo; bonke abamthandayo lowo wazalayo, bayamthanda nalowo uzelweyo nguye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nawuphi na umntu okholwayo ukuba uYesu unguKrestu, ungumntwana kaThixo; yaye ke nabani na omthandayo umzali uyamthanda nomntwana.