1 John 5:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Siyazi ukuba lowo usukuba ezelwe ngutixo akoni: uti owazalwayo ngutixo azigcine, ati okohlakeleyo angampati.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Siyazi ukuba bonke abazelwe nguThixo aboni; usuke athi lowo wazalwayo nguThixo azigcine, aze ongendawo angamchukumisi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Siyazi ukuba bonke abazelwe nguThixo aboni; kodwa lowo uzelweyo nguThixo uyazigcina, aze ongendawo angamchukumisi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Siyazi ukuba umntwana kaThixo akoni rhoqo. Kaloku uNyana kaThixo uyamgcina, ukuze umtyholi angamchukumisi.