1 John 5:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako oku siyazi ukuba siyalutanda usapo lukatixo, okuya utixo simtandayo, nemiyalelo yake siyigcinayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Sazi ngale nto ukuba siyabathanda abantwana bakaThixo, xa sukuba simthanda uThixo, siyigcina imithetho yakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Sazi ngale nto ukuba siyabathanda abantwana bakaThixo, xa sukuba simthanda uThixo, siyigcina imithetho yakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba siyamthanda uThixo siyithobela nemiyalelo yakhe, loo nto luphawu lokuba siyabathanda abantwana bakhe.