1 John 5:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba lulo olu utando lukatixo, ukuba siyigcine imiyalelo yake: imiyalelo yake ayinzima ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ukumthanda uThixo kuko ukuthi, siyigcine imithetho yakhe; ayinzima ke imithetho yakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ukumthanda uThixo kuko ukuthi, siyigcine imithetho yakhe; ayinzima ke imithetho yakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku ukumthanda uThixo kuhambisana nokuthobela imiyalelo yakhe. Ke yona imiyalelo kaThixo ayinzima kuthi.