1 John 5:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba siyamkela ubunqi̔na babantu, ubunqi̔na bukatixo bugqitisile: ngokuba bubo obu ubunqi̔na bukatixo abunqi̔nileyo ngaye unyana wake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba ubungqina babantu siyabamkela, ubungqina bukaThixo bungaphezulu; ngokuba bubo obu ubungqina bukaThixo, angqinele uNyana wakhe ngabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ubungqina babantu siyabamkela, ubungqina bukaThixo bungaphezulu; ngokuba bubo obu ubungqina bukaThixo, angqinele uNyana wakhe ngabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Obu ke bubungqina obuvela kuThixo ngoNyana wakhe, ibe ke buthembekile. Kambe ke thina siyabamkela nobungqina babantu.