1 Kings 1:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kodwa u‐Natane umprofite, no‐Benaya, namagoṙa, no‐Solomone umzalwana wake, akabamema.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke bona ooNatan umprofeti, noBhenaya, namagorha, noSolomon umkhuluwa wakhe, akabamema.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akambizanga umprofeti uNatan, noBhenaya, namagorha, noSolomon umkhuluwa wakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ke wabashiya abashumayeli uNatan noBhenaya noolindikhaya kunye nomninawa wakhe uSolomon.