1 Kings 1:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako kaloku yiza ke, makendikunike icebo, ukuba usindise ubomi bako, nobomi bonyana wako u‐Solomone.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yiza ke ngoko, ndikuphe iqhinga, usize umphefumlo wakho, nomphefumlo wonyana wakho uSolomon.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Khawuze ke, ndikucebise, uwusindise umphefumlo wakho nowonyana wakho uSolomon.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yiva ke, ndikucebise, ukuze usinde, usindise nobomi bonyana wakho uSolomon.